Bantyumpa ntyumpeka kubugxwayiba bamanzi amdaka aqulethe ilindle abahlali bamatyotyombe kunye nasemaholweni kwaLanga. Ngokweengxelo sele kuqingqithe iinyanga abahlali bephila le mpilo, kwaye abanye ...